IsiXhosa Word Search
This ebook may not meet accessibility standards and may not be fully compatible with assistive technologies.
Incwadi lena ndiyibhale ngexesha le-Covid xa ndifumanisa ubunzima ekulungiseni umsebenzi wabantwana bamabanga endiwafundisayo esixhosa ndisebenzisa ubuxhaka xhaka balemihla. Kobo bunzima ndibone ukuba eli lithuba lokuqala isisombululo kwingxaki yongabikho komsebenzi olula njenge "wordsearch" okanye imizobo elungiselelwe abantwana besiXhosa efana nalena mininzi ndiyifumanayo xa ndithelekisa kwimisebenzi yesingesi okanye isibhulu.
Lencwadi liphulo nekhwelo lokuba masizame ukushicilela ulwimi lwethu nokukhawulela uphando oluchaze ubunzima obufunyaniswe kubantwana xa befunda ngolwimi lwabo lwenkobe kulamabanga endiwafundisayo nam.
Details
- Publication Date
- Jul 3, 2024
- Language
- Xhosa
- Category
- Education & Language
- Copyright
- All Rights Reserved - Standard Copyright License
- Contributors
- By (author): Sipokazi Gwayi
Specifications
- Format