IVUNDU
Ivundu laliveze amalahle abomvu
Es posible que este libro digital no cumpla las normas de accesibilidad y no sea totalmente compatible con las tecnologías de asistencia.
Ivunda libali elilandela impilo zabantu abathathu, uThembile, uZandiswa kunye noKhedamile. Kwaye lilandela amaxesha ohlukeneyo empilo zababantu kodwa zonke zidibana phaya kulanyaka wama 2020 apho zonke imfihlo zivela khona. Ukudibana kuka Zandiswa no Khedamile kumlambo waseMatolweni phaya kulanyaka wama 1968 kuqale imbali yothando, ukwaphuka kwentliziyo nokuqala kobuhlobo obutsha. Ubomi ke bukaThembile bona bubonakalisa ubunzima bokukhula, ukufumana nokugcina uthando kunye nempoxeko. Ezimpilo zababantu ziyabhentsa phaya kulanyaka wama 2020 zibonisa iinzingo eziza nokukhula, ukukhetha indlela yobomi, nokuzibandakanya nabanye abantu. Kwaye okukubhentsa kwempilo zabo kugqabhuza ububovu bentlungu ebezibangcikiva zibenza bazive benomvandedwa. Ukubhodloka kwelothumba kuveza isiqalo esitsha. Kazi siyobayintoni na isiphelo sabo.
Detalles
- Fecha de publicación
- Sep 17, 2024
- Idioma
- Xhosa
- ISBN
- 9781037007767
- Categoría
- Ficción
- Copyright
- Todos los derechos reservados - Licencia estándar de copyright
- Contribuyentes
- Por (autor o autora): Ntokozo Gqweta
Especificaciones
- Formato